2 Kings 22:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
EBEYIMINYAKA asibozo u‐Josiya ubudala bake, akuba ngukumkani, wapata ubukumkani iminyaka yamashumi matatu anamnye e‐Yerusaleme. Igama lonina belingu‐Yedida, intombi ka‐Hadaya, owase‐Botsekate.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYosiya ubeminyaka isibhozo ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe; waba neminyaka emashumi mathathu anamnye engukumkani eYerusalem. Igama lonina belinguYedida, intombi ka-Adaya waseBhotsekati.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYosiya ubeminyaka isibhozo ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe; waba neminyaka emashumi mathathu anamnye engukumkani eYerusalem. Igama lonina belinguYedida, intombi ka-Adaya umSkitiya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UJosiya waqalisa ukulawula eneminyaka esibhozo, waza walawula eJerusalem iminyaka emashumi mathathu ananye. Unina yayinguYedida intombi ka-Adaya waseBhozekati.