2 Kings 22:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula ukumkani wayalela u‐Hilikiya umperisite, no‐Ahikame unyana ka‐Shafane, no‐Hakebore unyana ka‐Mikaya, no‐Shafane umba̔li, no‐Hasaya isicaka sokumkani, ngokuti:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukumkani wabawisela umthetho ooHilekiya umbingeleli, noAhikam unyana kaShafan, noAkebhore unyana kaMikaya, noShafan umbhali, noAsaya umkhonzi wokumkani, esithi,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukumkani wamwisela umthetho umbingeleli uHilekiya, noAhikam, unyana kaShafan, noAkebhore unyana kaMikaya, noShafan umbhali, noAsaya umkhonzi wokumkani, wathi:
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wamnika lo myalelo, ewubhekisa kumbingeleli uHilekiya, uAhikam unyana kaShafan, uAkibho unyana kaMikaya, uShafan unobhala, kunye noAsaya igosa likakumkani, esithi: