2 Kings 22:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayehamba u‐Hilikiya umperisite, no‐Ahikame, no‐Hakebore, no‐Shafane, no‐Hasaya, ukuya ku‐Hulida umprofitekazi, umfazi ka‐Shalume, unyana ka‐Tikeva, unyana ka‐Harehase, umgcini wezivato; (waye yena ehlala e‐Yerusaleme, kwesesibini isahlulo sayo;) baza bateta naye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waya ke uHilekiya umbingeleli, noAhikam, noAkebhore, noShafan, noAsaya, kuHulda umprofetikazi, umkaShalum unyana kaTikva, unyana kaHar-hase, umgcini-ngubo (waye yena ehleli eYerusalem kwesesibini isahlulo sayo), bathetha naye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waya ke umbingeleli uHilekiya, noAhikam, noAkebhore, noShafan, noAsaya, kuHulida umprofeti, umkaShalum, unyana kaTikiva, unyana kaHarhazi, umgcini-ngubo; ebehlala eYerusalem ekholejini; baye bethetha naye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke umbingeleli uHilekiya, noAhikam, uAkibho, uShafan, noAsaya, baya kuthetha nomshumayelikazi uHulda owayengumka-Shalum unyana kaTikiwa kaHarase, owayengumgcini wegumbi lezambatho. Yena wayehlala kwisithili sesibini eJerusalem.