2 Kings 22:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ababuzwa ngemali ebinikwa esandleni sabo, ngokuba bebesenza bona ngenyaniso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kodwa bekungabalelwana nabo ngemali ebinikelwe esandleni sabo; ngokuba basebenza benyanisekile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa imali eyayinikelwe ezandleni zabo ayizange ibalwe, kuba babesebenza ngokunyaniseka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke ze bangenzi nkcukacha yangxelo ngaloo mali isezandleni zabo, kuba bangabantu abasebenza ngentembeko.”