2 Kings 23:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wanco̔lisa ne‐Tofete, esesihlanjeni sonyana baka‐Hinome, ukuze kungabiko umntu odlulisayo unyana wake nentombi yake emlilweni pambi kwo‐Moleke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wayenza inqambi iTofete, esemfuleni wakwaBhen-hinom, ukuze kungabikho mntu umcandisa emlilweni kuMoleki unyana wakhe, nokuba yintombi yakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wayenza inqambi iTofete, intlambo yoonyana bakaHinom, ukuze kungabikho nabani na ovumela unyana wakhe okanye intombi yakhe ukuba idlule emlilweni iye kufika eMologi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UJosiya wayibhangisa iTofeti eyayikwintili yeBhen-hinom, ukuze ingabi sasetyenziselwa ukwenzela uMoleki amadini ngabantwana.