2 Kings 23:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wababinga bonke abaperisite bendawo ezipakamileyo, ababekona, pezu kwezibingelo, watshisa amatambo abantu pezu kwazo; wada wabuyela e‐Yerusaleme.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wababingelela bonke ababingeleli beziganga ababekhona, phezu kwezibingelelo; watshisa amathambo abantu phezu kwazo.Wabuya ke weza eYerusalem.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wababulala bonke ababingeleli beziganga ababekhona ezibingelelweni, wawatshisa amathambo abantu phezu kwazo, wabuyela eYerusalem.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UJosiya wababulalela apho emaqongeni bonke ababingeleli bezo ndawo zonqulo, watshisa amathambo omntu kuloo maqonga. Waza ke wabuyela eJerusalem.