2 Kings 23:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula ukumkani wabayalela bonke abantu, ngokuti: Bambani ipasika kuyehova, utixo wenu, njengokuba̔liweyo encwadini yocebano olu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukumkani wabawisela umthetho abantu bonke, wathi, Yenzani ipasika kuYehova, uThixo wenu, ngoko kubhaliweyo encwadini yalo mnqophiso.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehova wabawisela umthetho abantu bonke, wathi, Yenzani ipasika kuYehova, uThixo wenu, ngoko kubhaliweyo encwadini yalo mnqophiso.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku ukumkani wabanika umyalalelo bonke abantu othi: “Yenzani *iPasika *kaNdikhoyo uThixo wenu njengoko kubhaliweyo kule ncwadi yomnqophiso.”