2 Kings 23:27 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wada wati uyehova: Kwa no‐Juda ndobakwelelisa ebusweni bam, njengokuba ndibakwelelisile o‐Sirayeli; ndandiya kulahla isixeko esi, i‐Yerusaleme endiyinyulileyo, nendlu endite ngayo: Igama lam loba kona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYehova, Ndiya kuwasusa namaYuda ebusweni bam, njengokuba ndawasusayo amaSirayeli, ndiwulahle lo mzi ndawunyulayo, iYerusalem le, nendlu le ndathi, Liya kuba kuyo igama lam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehova, Ndiya kumsusa uYuda ebusweni bam, njengoko ndawasusayo amaSirayeli, ndiwulahle lo mzi waseYerusalem ndawunyulayo, nendlu le ndathi, Liya kuba kuyo igama lam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke uNdikhoyo wathi: “Ndiza kumgxotha phambi kwam uJuda kwanjengoko ndenzayo kuSirayeli; ewe, ndoyibukula iJerusalem, isixeko endasinyulayo, nditsho nkqu nayo le ndlu endandithethe ngayo ndathi: ‘Lohlala kuyo igama lam.’ ”