2 Kings 23:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku isisalela semicimbi ka‐Josiya, nako konke abekwenza, ayiba̔lwanga na yona encwadini yemicimbi yemihla ngemihla yokumkani bo‐Juda?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ezinye izinto zikaYosiya, nako konke awakwenzayo, azibhalwanga na encwadini yemicimbi yemihla yookumkani bakwaYuda?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ezinye izinto zikaYosiya, nako konke awakwenzayo, ndithi, zibhaliwe na encwadini yemicimbi yemihla yookumkani bakwaYuda?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke zona ezinye zeziganeko zolawulo lukaJosiya, nayo yonke imizabalazo yakhe, nâzo encwadini yeembali zookumkani bakwaJuda.