2 Kings 24:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wada u‐Yoyakine ukumkani wo‐Juda wapumela kuye ukumkani we‐Babilone, yena, nonina, nezicaka zake, nenkosana zake, nababusi bake: waye ukumkani we‐Babilone wambamba ngomnyaka wesibozo wobukumkani bake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphuma uYehoyakin, ukumkani wakwaYuda, waya kukumkani waseBhabheli, yena nonina, nabakhonzi bakhe, nabathetheli bakhe, nababusi bakhe; ukumkani waseBhabheli wamthabatha ke ngomnyaka wesibhozo wobukumkani bakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waya uYehoyakin, ukumkani wakwaYuda, waya kukumkani waseBhabheli, yena nonina, nabakhonzi bakhe, nabathetheli bakhe, nabakhonzi bakhe; ukumkani waseBhabheli wamthabatha ke ngomnyaka wesithoba, nowesibini wobukumkani bakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ukumkani wakwaJuda uJoyakin kunye nonina, nezicaka zakhe, izikhulu namagosa akhe, bebonke bazinikezela kukumkani waseBhabheli. Ke kaloku kwathi kunyaka wesibhozo elawula ukumkani waseBhabheli wamthimba walibanjwa uJoyakin.