2 Kings 24:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
waza ukumkani we‐Babilone wamenza u‐Mataniya, uyisekazi wake, ukumkani esikundleni sake, waguqula igama lake libe ngu‐Zedekiya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukumkani waseBhabheli wamenza uMataniya, uyisekazi kaYehoyakin, ukumkani esikhundleni sakhe; waliguqula igama lakhe languZedekiya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukumkani waseBhabheli wamenza uMataniya, umkhuluwa kayise, ukumkani esikhundleni sakhe, waliguqula igama lakhe laba nguZedekiya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ukumkani waseBhabheli wamisela uMataniya uyisekazi kaJoyakin wangukumkani esikhundleni sikaJoyakin. Igama lakhe elo lona walijika wathi nguZedekiya.