2 Kings 24:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
EBEYIMINYAKA ilishumi elinesibozo u‐Yoyakine ubudala bake, akuba ngukumkani, wapata ubukumkani inyanga zantatu e‐Yerusaleme. Igama lonina belingu‐Nehusheta, intombi ka‐Elinatane, owase‐Yerusaleme.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYehoyakin ubeminyaka ilishumi elinesibhozo ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe; zantathu iinyanga engukumkani eYerusalem.Igama lonina belinguNehushta, intombi kaElinatan waseYerusalem.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehoyakin ubeminyaka ilishumi elinesibhozo ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe; waba neenyanga ezintathu engukumkani eYerusalem. Igama lonina belinguNehusta, intombi kaElinatan, waseYerusalem.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UJoyakin waqala ukulawula eneminyaka elishumi elinesibhozo, waza walawula eJerusalem iinyanga ezintathu. Unina yayinguNehushta intombi kaElinatan waseJerusalem.