2 Kings 25:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa amahlwempu elizwe wawasalisa inxenye u‐Nebuzaradane inkosi yomlisela, abe ngabalimi bemiti yeveyine, nabaku̔beli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke umphathi wabasiki babantu wawasalisa amahlwempu elizwe, ukuze abe ngabasebenzi bezidiliya nabalimi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa umthetheli wabasiki wabashiya abathile kwizisweli zelizwe, ukuba babe ngabasebenzi bezidiliya nabalimi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke ingqwayi-ngqwayi leyo yabashiya abantu abahleleleke kakhulu, ukuze basebenze amasimi nezidiliya.