2 Kings 25:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
aba wabatabata u‐Nebuzaradane inkosi yomlisela, wabazisa kuye ukumkani we‐Babilone e‐Ribela:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabathabatha abo uNebhuzaradan, umphathi wabasiki babantu, wabasa kukumkani waseBhabheli eRibhela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wayithabatha uNebhuzaradan umthetheli wabasiki, wayisa kukumkani waseBhabheli eRibhela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bonke ke uNebhuzaradan wabathatha waya nabo kukumkani waseBhabheli eRibhela.