2 Kings 25:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KEKALOKU abantu ababesele elizweni lakwa‐Juda, abo u‐Nebukanetsare ukumkani we‐Babilone ebebasalisile, wamongamisa pezu kwabo u‐Gedaliya, unyana ka‐Ahikame, unyana ka‐Shafane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke abantu abasalayo ezweni lakwaYuda, awabasalisayo uNebhukadenetsare, ukumkani waseBhabheli, wabamisela umphathi onguGedaliya, unyana ka-Ahikam, unyana kaShafan.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke abantu abasalayo ezweni lakwaYuda, awabashiyayo uNebhukadenetsare ukumkani waseBhabheli, wabamisela uGedaliya, unyana ka-Ahikam, unyana kaShafan, wangukumkani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukumkani waseBhabheli uNebhukadenezare wamisela uGedaliya unyana ka-Ahikam unyana kaShafan wangumlawuli wâbo bantu wabashiyayo kwelakwaJuda.