2 Kings 25:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza bambamba ukumkani, bamnyusela kuye ukumkani we‐Babilone, e‐Ribela, bateta umgwebo pezu kwake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ambamba ukumkani, anyuka naye, amsa kukumkani waseBhabheli eRibhela; lathethwa apho ityala lakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ambamba ukumkani, amzisa kukumkani waseBhabheli, eRibhela; bamgweba.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
waza yena wathinjwa. Wathathwa wasiwa eRibhela kukumkani waseBhabheli, apho wagwetywa khona.