2 Kings 25:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
watshisa indlu kayehova, nendlu yokumkani; nazo zonke izindlu zase‐Yerusaleme, kwa zonke izindlu zabakulu, wazitshisa ngomlilo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wayitshisa indlu kaYehova, nendlu yokumkani, nezindlu zonke zaseYerusalem; izindlu zonke ezinkulu wazitshisa ngomlilo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wayitshisa ngomlilo indlu kaYehova, nendlu yokumkani, nezindlu zonke zaseYerusalem, nendlu yabo bonke abakhulu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Indlu *kaNdikhoyo wayintumeka umlilo, yatsha kunye nebhotwe ngokwalo, nazo zonke izakhiwo zaseJerusalem. Zonke izakhiwo ezibalulekileyo wazitshisa.