2 Kings 3:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KEKALOKU u‐Yehorame unyana ka‐Ahabi waba ngukumkani pezu kwo‐Sirayeli e‐Samariya, ngomnyaka weshumi linesibozo ka‐Yehoshafate ukumkani wo‐Juda, wapata ubukumkani iminyaka yalishumi linamibini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku uYehoram, unyana ka-Ahabhi, waba ngukumkani kumaSirayeli kwaSamari, ngomnyaka weshumi elinesibhozo kaYehoshafati ukumkani wakwaYuda; waba neminyaka elishumi elinamibini engukumkani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYoram, unyana ka-Ahabhi, waba ngukumkani wakwaSirayeli kwaSamari, ngomnyaka weshumi elinesithoba nowesibini kaYehoshafati ukumkani wakwaYuda; waba neminyaka elishumi elinamibini engukumkani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYoram, unyana ka-Ahabhi, waba ngukumkani wakwaSirayeli eSamariya kunyaka weshumi elinesibhozo wolawulo lukaYoshafati ukumkani wakwaJuda, walawula iminyaka elishumi elinambini.