2 Kings 3:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yinto elula kodwa le emehlweni kayehova; uya kunikela ama‐Mowabi esandleni senu kanjako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Loo nto ilula emehlweni kaYehova; uya kuwanikela namaMowabhi esandleni senu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Le nto incinane emehlweni kaYehova: uya kuwanikela amaMowabhi esandleni senu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Leyo ke yinto elula kuNdikhoyo; noMowabhi lowo womnikela esandleni senu.