2 Kings 3:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ayesiti: Ligazi eli; batshabalele okumkani abo ngokwenene, babulalene; ngako kaloku emaxobeni, ma‐Mowabi!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
athi, Ligazi le nto; ookumkani bachithene bodwa, babulalana. Nalo ke ixhoba, Mowabhi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bathi ke bona: “Ligazi eli! phanga ngoku, Mowabhi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Athi: “Hayi bo, ligazi eliya! Ookumkani abaya fana balwe bodwa babulalana. Phakathi, maMowabhi! Amaxhoba ahlel' odwa!”