2 Kings 3:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa bekute, nxa u‐Ahabi abefile, wandula ukumkani wama‐Mowabi wavukela ngakuye ukumkani wo‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi ke akufa uAhabhi, wakreqa ukumkani wamaMowabhi kukumkani wamaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi akufa uAhabhi, wakreqa ukumkani wakwaMowabhi kukumkani wakwaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke akuba engasekho ukumkani uAhabhi, ukumkani waseMowabhi wamgwilikela ukumkani wakwaSirayeli.