2 Kings 3:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wapuma ukumkani u‐Yehorame ngeloxesha e‐Samariya, wabala o‐Sirayeli bonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphuma ke ukumkani uYehoram ngayo loo mini kwaSamari, wawabala onke amaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngelo xesha ukumkani uYoram waphuma eSamariya waza wawabala onke amaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke ngelo thuba ukumkani uYoram waphuma eSamariya, wayiqokelela yonke imikhosi kaSirayeli.