2 Kings 4:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati ku‐Gehazi isicaka sake: Mbize lom‐Shunemekazi. Xeshekweni abembizile, wema yena ebusweni bake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi kuGehazi umfana wakwakhe, Biza lo mShunemekazi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kuGehazi umkhonzi wakhe, Biza laa mfazi waseShunem. Uthe akumbiza, wema ecaleni kwakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathetha nehlakani lakhe uGehazi, wathi: “Khawubize lo mfazi womShunem eze apha.” Wambiza ke, waza wafika wema phambi kwakhe.