2 Kings 4:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wati: Sekuya kumenzelwa nto nina ke? Wati u‐Gehazi: Okunene akananyana, nendoda yake isel’ indala.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi, Makenzelwe ntoni na? Wathi uGehazi, Inyaniso, akananyana; indoda yakhe yaluphele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi, Makwenziwe ntoni na? Waphendula uGehazi, wathi, Akanamntwana; nendoda yakhe yaluphele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UElisha wathi: “Ngaba angenzelwa ntoni na?” UGehazi wathi: “Ngathi akananyana, ibe ke nendoda yakhe seyikhulile.”