2 Kings 4:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti: Ngelixesha elimisiweyo, wakuba utwasile umnyaka, uya kusingata unyana. Waza wati: Hai, nkosi yam, ndoda katixo! ungaxokisi isicakakazi sako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi, Mayela neli xesha nyakenye uya kusingatha unyana.Wathi yena, Musa, nkosi yam, mfo wakwaThixo, musa ukuthetha amanga kumkhonzazana wakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi, Ngeli xesha nyakenye uya kunxiba inkwenkwe. Wathi, Hayi, nkosi yam, mfo wakwaThixo, musa ukumxokisa umkhonzazana wakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UElisha wabhekisa kuye wathi: “Ngeli xesha kunyaka ozayo uya kuba usingathe unyana ezandleni zakho.” Ke kaloku yena wathi: “Hayi, nkosi yam, mfo wakwaThixo, musa ukusikhohlisa isicakazana sakho.”