2 Kings 4:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wada wamita umfazi lowo, wazala unyana ngeloxesha elimisiweyo, wakuba utwasile umnyaka, elo u‐Elisha wabetetile ngalo kuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wamitha ke loo mfazi, wazala unyana ngelo xesha limisiweyo lanyakenye, abelithethile uElisha kuye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wamitha ke umfazi lowo, wazala unyana ngelo xesha limisiweyo lanyakenye, abelithethile uElisha kuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, umfazi lowo ke wamitha, waza ke kunyaka olandelayo malunga nelo thuba wafumana unyana ngokwelizwi elalithethwe nguElisha.