2 Kings 4:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nxa asel’ ekulile umntwana, kwabekute ngemini etile, wapuma waya kuyise, kubavuni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wakhula umntwana, kwathi ngamhla uthile, waphuma waya kuyise, kubavuni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akukhula umntwana, ngamhla uthile waya kuyise kubavuni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akukhula ke umntwana lowo, ngamhla uthile waya kuyise owayesemasimini nabavuni.