2 Kings 4:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wamtwala ke, wamzisa kunina. Waza wahlala pezu kwamadolo ake kwada kwasemini enkulu, wand’ ukububa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wamthwala, wamsa kunina; wahlala emathangeni akhe, kwada kwasemini enkulu, waqhawuka ke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wamthabatha, wamsa kunina, wahlala emathangeni akhe kwada kwasemini enkulu, wafa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Samthwala ke, samsa kunina, umntwana lowo wahlala njalo esingathiwe ngunina, kwada kwasemini, waza ke wasweleka.