2 Kings 4:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wenyuka unina, wamlalisa pezu kwomandlalo wendoda katixo, wamvalela, wapuma ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wenyuka, wamlalisa esingqengqelweni somfo wakwaThixo, wamvalela, waphuma.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wenyuka waya kumlalisa emandlalweni womntu kaTHIXO oyinyaniso waza wamvalela ucango waphuma.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke unina wamthatha waya naye kwigumbi lomfo wakwaThixo, wafika wambeka emandlalweni wakhe, waza ke waluvala ucango waphuma.