2 Kings 4:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yayisiti: Kunganina ukuba woya kuyo namhla? asi yiyo inyanga etwasileyo, asi yiyo nesabata. Wati: Kwoba kulungile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi yena, Yini na ukuba uhambe uye kuye namhla? Akuthwase nyanga, asiyisabatha. Wathi yena, Kulungile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi, Ungathini na ukuya kuye namhla? asikuthwasa kwenyanga, asiyisabatha. Wathi yena, Kuya kulunga.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke yena wabuza wathi: “Ngani ukuba uye kuye namhlanje? Inyanga ayikathwasi, ibe ingenguwo *noMhla woPhumlo.” Umfazi waphendula wathi: “Sukukhathazeka.”