2 Kings 4:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wabopa iqwaṙashekazi, wati kumfana wake: Qu̔ba, uhambe; ungandibambezeleli ukuhambisa kwako, kupela nxa nditshoyo kuwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wayibopha imazi ye-esile, wathi kumfana lowo, Qhuba uhambe, musa ukuzibambezela ekukhweleni ngenxa yam, ndigatshonga kuwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wayibopha iesile, wathi kumfana lowo, Hamba ukhwele; Ungandilibali ngaphandle kokuba ndikuxelele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waza ke umfazi lowo wabeka isali edonkini, wathi kwisicaka: “Ndikhokele, ungacothi ngaphandle kokuba kutsho mna.”