2 Kings 4:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wasuka wahamba, weza kuyo indoda katixo entabeni ye‐Karamele. Kwaye kute, yakumbona indoda katixo ekude, yaza yati ku‐Gehazi isicaka sayo: Nankuya lom‐Shunemekazi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wahamba wada weza kumfo wakwaThixo entabeni yeKarmele. Waza umfo wakwaThixo, akumbona esekude, wathi kuGehazi umfana, Nankuya laa mShunemekazi;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wahamba ke waya kufika kumfo wakwaThixo oyinyaniso eNtabeni yeKarmele. Wambona umfo wakwaThixo esekude, wathi kuGehazi umkhonzi wakhe, Nankuya apho umShunemikazi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke waphuma waya kumfo wakwaThixo kwintaba iKarmele. Umfo wakwaThixo wambona esemgama, waza wathetha nehlakani lakhe uGehazi, wathi: “Uyabona, nankuya umShunemikazi esiza!