2 Kings 4:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati: Ndike ndacela na unyana enkosini yam? bendingati na: Ungandikohlisi?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi, Ndakha ndacela unyana yini na enkosini yam?Ndandingatshongo yini na ukuthi, Uze ungandilahlekisi?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi, Ndakha ndacela unyana yini na enkosini yam? Khange ndithi: Ungandixokisi?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umfazi lowo wathi: “Ngaba ndakha ndamcela na umntwana kuwe, nkosi yam? Ndandingatshongo na ukuthi: ‘Musa ukundinika ilize lethemba’?”