2 Kings 4:30 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko unina womntwana wati: Ehleli nje uyehova, uhleli nje nompefumlo wako, andiyi kukushiya! Yaselisuka, yamlandela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi unina wenkwenkwe, Ehleli nje uYehova, uhleli nje umphefumlo wakho, andiyi kwahlukana nawe. Wesuka ke wamlandela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi unina womntwana, NgoYehova ovayo, uphile umphefumlo wakho, andiyi kwahlukana nawe. Waphakama wamlandela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ke unina womntwana wathi: “Ekho nje uNdikhoyo, ukho nje nawe, andiyi kuhamba ngaphandle kwakho.” Ngoko ke waphakama uElisha wamlandela.