2 Kings 4:33 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wangena ke, wabavalela bona bobabini ucango, watandaza kuyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wangena, waluvala ucango, bebobabini; wathandaza kuYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wangena, walutshixa ucango, bebobabini; wathandaza kuYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akufika ke wangena apho egumbini, waza waluvala ucango, basala bobabini, waza ke wathandaza uNdikhoyo.