2 Kings 4:36 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wasuka wambiza u‐Gehazi, wati: Mbize lom‐Shunemekazi. Wambiza ke. Nxa abezile kuye, wati: Tabata unyana wako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabiza uGehazi, wathi, Biza laa mShunemekazi. Wambiza. Weza ke kuye, wathi, Mthabathe unyana wakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabiza uGehazi, wathi, Biza laa mkaShunem. Yiyo loo nto emfownelayo. Efikile ke kuye, wathi, Thabatha unyana wakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UElisha wayalela uGehazi wathi: “Khawubize umShunemikazi lowo!” Wambiza ke, kwathi akuba efikile wathi: “Thatha, nanko unyana wakho!”