2 Kings 4:37 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wangena, wawa ngasezinyaweni zake, wazitoba ngasemhlabeni, watabata unyana wake, wapuma ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Weza, waziphosa ezinyaweni zakhe, waqubuda kuye, wamthabatha unyana wakhe, waphuma.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emva koko wangena waziphosa ezinyaweni zakhe waqubuda waza wamthabatha unyana wakhe waphuma.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wangena ke, wavova, waguqa emhlabeni. Waza ke wasuka wamthatha unyana wakhe lowo, waphuma.