2 Kings 4:40 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bada bapakela amadoda ukuba adle. Kwaza kwati, nxa ebesidla kuwo umhluzi, akala, ati: Ukufa kusembizeni, ndoda katixo! Akohlwa ke ukutya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bawaphakela amadoda ukuba adle. Kwathi, xa akudlayo oko kudla, akhala wona, athi, Mfo wakwaThixo, kukho ukufa embizeni le. Akaba nako ukukudla.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baza bawaphakela amadoda ukuba adle. Bakuba besidla isonka, badanduluka besithi, Mfo wakwaThixo, kufa embizeni! Kwaye abanakuyidla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Isityu eso ke saphakwa sanikwa loo madoda, kodwa ke athe xa aqalayo ukutya akhala athi: “Mfo wakwaThixo, ukufa kusembizeni!” Akaba nako ke ukusitya esi sityu.