2 Kings 4:41 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko yati: Zisani ke umgubo. Yaza yawuposela embizeni; yayisiti: Pakela abantu ukuba badle. Kwaza akwabiko into embi embizeni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi, Yizani nomgubo. Wawugalela embizeni, wathi, Baphakele abantu, badle; akwabakho nto imbi embizeni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi, Zisani umgubo. Wagalela embizeni; Wathi, Nika abantu, badle akwabakho bubi embizeni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke uElisha wathi: “Ndiziseleni umgubo wengqolowa.” Wawuthatha ke, wawugalela apho embizeni, wathi: “Phakelani abantu batye.” Bakutya ke ukutya oko kungenasikhwa.