2 Kings 4:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wemka kuye, waya wavala ucango pezu kwake napezu kwonyana bake; bona babesondeza kuye, naye wabesita̔.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wemka ke kuye, wazivalela, yena noonyana bakhe; bezisa kuye bona, wathulula yena.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wasuka ke, wamvalela yena noonyana bakhe, bamzisela izitya; wagabha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bahlukana ke, waza wazivalela noonyana bakhe apho endlwini. Bazizisa kuye iingqayi, waza ke yena wamana ezizalisa ngamafutha omnquma.