2 Kings 4:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula weza, wayixelela indoda katixo; eyati: Hamba, utengise ngeoli leyo, uhlaule lowo unetyala kuye; uze upile wena nonyana bako ngeseleyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waya waxelela umfo wakwaThixo; wathi yena, Hamba uye kuthengisa ngeoli leyo, uhlawule ityala lakho, uphile wena noonyana bakho ngeseleyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emva koko weza waxelela umfo wakwaThixo loo nyaniso. Wathi yena, Hamba uye kuthengisa ngeoli, uhlawule ityala lakho, uze wena nabantwana bakho nidle ubomi obunye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wahamba ke waya kuxelela umfo wakwaThixo owathi kuye: “Hamba uye kuthengisa loo mafutha, uhlawule amatyala akho. Aseleyo ke nophila ngawo, wena noonyana bakho.”