2 Kings 4:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wada wati kwindoda yake: Bona ke, sendinakana ukuba uyindoda engcwele katixo lo, odlula ngakuti futi;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yathi endodeni yayo, Uyabona ke, ndiyaqonda ukuba lo mfo ungcwele wakwaThixo umana egqitha apha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi endodeni yakhe, Yabona, ndiyaqonda ukuba lo mfo ungcwele wakwaThixo umana egqitha apha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lo mfazi ke wathetha nendoda yakhe wathi: “Ndiyaqonda ukuba lo mfo umana engena apha ngumntu okhethekileyo wakwaThixo.