2 Kings 5:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zaza zasondela izicaka zake, zateta kuye, zati: Bawo! ukuba umprofite ebetetile kuwe into enkulu, ubungayi kuyenza na? kangakananina ngakumbi ke nxa ate kuwe: Hlamba, uhlambuluke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bafika abakhonzi bakhe, bathetha naye, bathi, Bawo, ukuba umprofeti ubethethe into enkulu kuwe, ubungayi kuyenza yini na?Kangakanani na ke xa athi kuwe, Hlamba, uhlambuluke?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Beza abakhonzi bakhe, bathetha kuye, bathi, Bawo, ukuba umprofeti ubethethe into enkulu kuwe, ubungàyi kuyenza yini na? Kangakanani na ke xa athe kuwe, Hlamba, uhlambuluke?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke zona izicaka zikaNahaman zaya kuye, zathi: “Nkosi, ukuba umshumayeli lowa ebethe yenza into enkulu kunale, ngaba ubungayi kuyenza na? Kukangakanani ke, nkosi, xa yena esithi: ‘Hlamba ukuze uhlambuluke’!”