2 Kings 5:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Aye ama‐Siriya ebepumile ngamabandla, atimba elizweni lakwa‐Sirayeli intombazana encinane, ebikonza umfazi ka‐Nahamane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ama-Aram ayephume aya kututa, athimba ezweni lakwaSirayeli intombazana; yasisicakakazi kumkaNahaman.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yaye amaSiriya abalusa abaninz aza alithimba ikhoboka kwilizwe lakwaSirayeli; Walinda umkaNahaman.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke iqela elithile lama-Aram laphuma lahlasela uSirayeli, laza lathimba ntombazana ithile, yaza ke yaya kusebenzela umka-Nahaman.