2 Kings 5:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati akufika endulini, wazitabata ezandleni zazo, wazibekela endlwini; waza wawandulula amadoda, emka ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthe akufika endulini, wazithabatha ezandleni zabo, wazibeka endlwini, wawandulula amadoda lawo emka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe akufika enqabeni, wayithabatha ezandleni zabo, wayingenisa endlwini; wawandulula amadoda lawo, ahamba.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akufika endulini uGehazi wawuthatha loo mthwalo apho kwizicaka, waya kuwubeka endlwini. Ke zona izicaka ezo wazindulula zemka.