2 Kings 5:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yayisiti kuyo inkosikazi yayo: Ayaba inkosi yam yabisebusweni bomprofite ose‐Samariya! oko ebeya kuyipilisa kuso isilepero sayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yathi kwinkosikazi yayo, Akwaba inkosi yam le ibiphambi komprofeti okwaSamari! Ubeya kuyiphilisa eqhenqeni layo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kumkakhe, Akwaba uThixo, inkosi yam, ubenomprofeti kwaSamari! ngokuba ubeza kuphiliswa eqhenqeni lakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke yona yathi apho kuloo mfazi: “Akwaba inkosi yam le ibingabonana *nomshumayeli okweliya laseSamariya! Ebengayiphilisayo kweli qhenqa layo.”