2 Kings 6:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
BAYE onyana babaprofite besiti ku‐Elisha: Bona ke, indawo apo sihlala kona ebusweni bako ixinene kuti:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bathi oonyana babaprofeti kuElisha, Khawubone le ndawo, sihleli kuyo phambi kwakho; sixinene kuyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bathi oonyana babaprofeti kuElisha, Uyabona, le ndawo, sihleli kuyo phambi kwakho, imxinwa;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Iqumrhu labashumayeli lathetha noElisha lathi: “Le ndawo sihlala kuyo kunye nawe incinci gqitha, ayisilingani.