2 Kings 6:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yaza intliziyo yokumkani we‐Siriya yaxaliswa pezu kwalento; ngako wabiza izicaka zake, wati kuzo: Aniyi kundityelela na ungubanina kwabetu ongecala lokumkani wo‐Sirayeli?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yabhabhama intliziyo yokumkani wakwa-Aram yiloo nto; wabiza abakhonzi bakhe, wathi kubo. Anindixeleli na ukuba ngubani na kuthi apha, ongakukumkani wakwaSirayeli?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yabhabhama kakhulu intliziyo yokumkani wakwa-Aram yiloo nto; Wabiza abakhonzi bakhe, wathi kubo, Anindibonisi na ukuba ngubani na kuthi omela ukumkani wakwaSirayeli?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Le nto ke yamcaphukisa ukumkani wakwa-Aram, waza wabiza amaphakathi akhe, wathi: “Apha phakathi kwethu ngubani ongakumaSirayeli?”