2 Kings 6:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Xeshekweni babehlele kuye, watandaza u‐Elisha kuyehova, wati: Zubabete ababantu ngobumfama. Waza wababeta ngobumfama, njengelizwi lika‐Elisha.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Behla baya kuye, wathandaza uElisha kuYehova, wathi, Khawulubethe olu hlanga ngobumfama. Wababetha ke ngobumfama, ngokwelizwi likaElisha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Behla baya kuye, wathandaza uElisha kuYehova, wathi, Usibethe ngobumfama esi sizwana. Wababetha ke ngobumfama ngokwelizwi likaElisha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Luthe xa luhlayo utshaba olo lusiza ngakuElisha, suka yena wathandaza kuNdikhoyo wathi: “Khawubethe aba bantu ngobumfama.” UNdikhoyo ke wabatsho baziimfama ngokwesicelo sikaElisha.