2 Kings 6:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
makesiye e‐Yoredane, sitabate kona abanye ngabanye umqadi, size sizenzele apo indawo yokuhlala kuyo. Wayesiti: Yiyani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Makhe siye eYordan, sizithabathele khona elowo umqadi ube mnye, sizenzele khona indawo yokuhlala. Wathi, Yiyani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Masihambe siye eYordan, sithabathe khona elowo intonga, sizenzele khona indawo yokuhlala; Waphendula ke yena wathi, Hamba!
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Masiye eJordan, ibe ngulowo nalowo azigawulele isibonda, ukuze sizakhele indawo yokuhlala khona.” Ke uElisha wavuma, wathi: “Yiyani.”